Marko 6:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Naphi na apho wayengena khona kwiidolophana okanye ezixekweni okanye kwiindawo ezisemaphandleni+ babebeka abo bagulayo kwiindawo zemarike, baze bambongoze ukuba bachukumise+ oku nje komphetho+ wesambatho sakhe sangaphezulu. Baphiliswa ke bonke abo bawuchukumisayo.+ IZenzo 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kangangokuba bazisa abagulayo kwanakwiindlela eziphangaleleyo baza bababeka apho kwiimandlalo ezincinane nasezinkukweni, ukuze, njengoko uPetros wayeye adlule apho, ubuncinane isithunzi sakhe sibe nokuwela phezu kwabanye babo.+
56 Naphi na apho wayengena khona kwiidolophana okanye ezixekweni okanye kwiindawo ezisemaphandleni+ babebeka abo bagulayo kwiindawo zemarike, baze bambongoze ukuba bachukumise+ oku nje komphetho+ wesambatho sakhe sangaphezulu. Baphiliswa ke bonke abo bawuchukumisayo.+
15 kangangokuba bazisa abagulayo kwanakwiindlela eziphangaleleyo baza bababeka apho kwiimandlalo ezincinane nasezinkukweni, ukuze, njengoko uPetros wayeye adlule apho, ubuncinane isithunzi sakhe sibe nokuwela phezu kwabanye babo.+