Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ 1 Korinte 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+ 1 Timoti 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo. 1 Petros 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
30 Kodwa kungenxa yakhe enithe namanyana noKristu Yesu, lowo kuthi uye waba bubulumko+ obuvela kuThixo, kwanobulungisa+ nobungcwalisa+ nokukhululwa ngentlawulelo;+
6 lowo wazinikela waba yintlawulelo yabo bonke+—nto leyo ekuza kunikelwa ubungqina ngayo ngexesha elifanelekileyo.
24 Yena ngokwakhe wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,+ ukuze singabi saba nanto yakwenza nezono+ size siphile ebulungiseni. Yaye “niye naphiliswa ngemivilambo yakhe.”+