Galati 6:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke, lo gama ixesha lisasivumela,+ masenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa kwabo bahlobene nathi elukholweni.+ 1 Timoti 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+ 1 Petros 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
10 Ngoko ke, lo gama ixesha lisasivumela,+ masenze okulungileyo kubo bonke, ngokukodwa kwabo bahlobene nathi elukholweni.+
10 Kuba kungenxa yoko le nto sisebenza nzima yaye siyazibhokoxa,+ ngokuba sibeke ithemba lethu+ kuThixo ophilayo, onguMsindisi+ wazo zonke iintlobo zabantu,+ ngokukodwa abo bathembekileyo.+
7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.