IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 5:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Bona, ke ngoko, bemka phambi kweSanhedrin, benemihlali+ ngenxa yokuba babebalelwe ekuthini bafanelwe kukuhlaziswa ngenxa yegama lakhe.+

  • Filipi 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kwangokunjalo ke, nokuba ndinokugalelwa njengomnikelo othululwayo+ esibingelelweni+ nakwinkonzo kawonke-wonke oluthe ukholo lwanikhokelela kuyo,+ ndichulumancile yaye ndivuyisana+ nani nonke.

  • 1 Petros 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa kwanokuba niyabandezeleka ngenxa yobulungisa, ninoyolo.+ Noko ke, into eyoyikwayo ngabo musani ukuyoyika,+ ningaphazamiseki nokuphazamiseka.+

  • 1 Petros 4:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kunoko, yibani nemihlali+ njengoko ninesabelo kwiimbandezelo zikaKRISTU,+ kuba oko kuya kunenza nibe nemihlali yaye nivuye ngokugqithiseleyo ekutyhilekeni+ kozuko lwakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share