INdumiso 119:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Ndiza kuthetha ngezikhumbuzo zakho phambi kookumkani,+Andiyi kuba nazintloni.+ Marko 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+ 2 Timoti 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+
38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+
8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+