IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Korinte 5:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko ukuba nabani na umanyene noKristu, usisidalwa esitsha;+ izinto ezindala zidlule,+ khangela! kuye kwabakho izinto ezintsha.+

  • Galati 6:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba ukwaluka nokungaluki akubalulekanga,+ kodwa into ebalulekileyo kukuba sisidalwa esitsha.+

  • Efese 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ukuze ngokobutyebi+ bozuko lwakhe anenze nomelele kumntu eninguye ngaphakathi+ ngamandla omoya wakhe,+

  • Kolose 3:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 nize nambathe ubuntu obutsha,+ obuthi ngolwazi oluchanileyo benziwe bube butsha ngokomfanekiso+ waLowo wabudalayo,

  • 1 Yohane 3:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Thina siyazi ukuba sidlulile ekufeni sangena ebomini,+ ngenxa yokuba siyabathanda abazalwana.+ Lowo ungenaluthando uhleli ekufeni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share