Hezekile 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+ Roma 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+
4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+
23 Kuba umvuzo isono esiwuhlawulayo kukufa,+ kodwa isipho+ uThixo asinikayo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+