IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 30:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ukuba ithe indoda yalo yalalela+ ngomhla wokuva kwayo, yoba isitshitshisile isibhambathiso salo esiphezu kwalo nesithembiso semilebe yalo elithe lingacinganga labopha ngaso umphefumlo walo, kwaye uYehova wolixolela.+

  • 1 Korinte 7:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Umfazi ubotshiwe ebudeni balo lonke ixesha indoda yakhe iphila.+ Kodwa ukuba indoda yakhe ingalala ekufeni, ukhululekile ukuba atshatiselwe kulowo amfunayo, kuphela eNkosini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share