Galati 5:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku ndithi kuni, Ukuba niqhubeka nihamba ngokomoya+ anisayi kulawulwa yiminqweno yenyama konke konke.+ Galati 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngapha koko, ukuba nikhokelwa ngumoya,+ anikho phantsi komthetho.+
16 Ke kaloku ndithi kuni, Ukuba niqhubeka nihamba ngokomoya+ anisayi kulawulwa yiminqweno yenyama konke konke.+