Duteronomi 30:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Eli lizwi likufuphi kakhulu kuwe, emlonyeni wakho nasentliziyweni yakho,+ ukuba ulenze.+ Yohane 6:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+ IZenzo 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye umfazi othile ogama linguLidiya, umthengisi wezimfusa, wesixeko saseTiyatira+ nongumnquli kaThixo, wayephulaphule, kwaye uYehova wayivula yabanzi intliziyo+ yakhe ukuze anikele ingqalelo kwizinto ezazithethwa nguPawulos.
45 Kubhaliwe ebaProfetini kwathiwa, ‘Kwaye bonke baya kufundiswa nguYehova.’+ Wonk’ ubani omvileyo uBawo waza wafunda uyeza kum.+
14 Yaye umfazi othile ogama linguLidiya, umthengisi wezimfusa, wesixeko saseTiyatira+ nongumnquli kaThixo, wayephulaphule, kwaye uYehova wayivula yabanzi intliziyo+ yakhe ukuze anikele ingqalelo kwizinto ezazithethwa nguPawulos.