Yohane 4:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 baza bathi emfazini: “Asisakholwa ngenxa yentetho yakho; kuba sizivele ngokwethu+ yaye siyazi ukuba lo mntu ngokuqinisekileyo ngumsindisi+ wehlabathi.” Yohane 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ndenza isicelo, kungekhona ngaba kuphela, kodwa nangabo bakholwayo kum ngelizwi labo;+
42 baza bathi emfazini: “Asisakholwa ngenxa yentetho yakho; kuba sizivele ngokwethu+ yaye siyazi ukuba lo mntu ngokuqinisekileyo ngumsindisi+ wehlabathi.”