1 Korinte 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwababuthathaka ndaba buthathaka, ukuze ndibazuze ababuthathaka.+ Ndiye ndaba zizinto zonke kubantu bazo zonke iintlobo,+ ukuze ngandlela zonke ndisindise abathile. 1 Timoti 4:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+
22 Kwababuthathaka ndaba buthathaka, ukuze ndibazuze ababuthathaka.+ Ndiye ndaba zizinto zonke kubantu bazo zonke iintlobo,+ ukuze ngandlela zonke ndisindise abathile.
16 Zilumkele wena+ nemfundiso yakho.+ Hlala kwezi zinto, kuba ngokwenza oko uya kuzisindisa wena nabo bakuphulaphulayo.+