IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UYehova uya kuzishenxisa ngokuqinisekileyo zonke izifo kuwe; nezifo zonke ezibi zaseYiputa, ezo uzaziyo,+ akayi kuzibeka kuwe, kodwa eneneni uya kuzibeka kubo bonke abakuthiyayo.

  • Galati 6:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+

  • 2 Petros 2:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 bezizisela ububi+ njengomvuzo wokwenza ububi.+

      Bakugqala kuluyolo ukuphila ngobunewunewu ngexesha lasemini.+ Bangamabala neziphako, bezifica ngokuhlohla iimfundiso zabo ezikhohlisayo xa besemathekweni kunye nani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share