INdumiso 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Mandibhekisele kummiselo kaYehova;Uthe kum: “Ungunyana wam;+Mna, namhlanje, ndibe nguyihlo.+ Hebhere 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokomzekelo, yiyiphi ingelosi awakha wathi kuyo: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo”?+ Waza kwakhona wathi: “Mna ndiya kuba nguyise, yona ibe ngunyana wam”?+
5 Ngokomzekelo, yiyiphi ingelosi awakha wathi kuyo: “Ungunyana wam; mna, namhlanje, ndibe nguyihlo”?+ Waza kwakhona wathi: “Mna ndiya kuba nguyise, yona ibe ngunyana wam”?+