Luka 6:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Kanye njengoko nifuna abantu benze kuni, yenzani ngendlela efanayo kubo.+ 2 Timoti 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+
24 Kodwa ikhoboka leNkosi akufuneki lilwe,+ kunoko kufuneka lithantamise kubo bonke,+ likufanelekele ukufundisa,+ linyamezela ububi,+