Levitikus 11:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Nize ningayidli inyama yazo, nesidumbu sazo+ ningasichukumisi. Azihlambulukanga kuni.+ Yeremiya 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba,+ bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababengena eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda babhengeza ukuzila ukutya phambi koYehova.+
9 Ke kaloku kwathi ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba,+ bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababengena eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda babhengeza ukuzila ukutya phambi koYehova.+