IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuba ngobubele obungasifanelanga endabunikwayo ndixelela wonk’ ubani apho phakathi kwenu ukuba angazicingeli ngaphezu koko amelwe kukuzicingela ngako;+ kodwa makacinge khon’ ukuze abe nengqondo ephilileyo,+ ngamnye njengoko uThixo amabele umlinganiselo+ wokholo.+

  • Galati 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kodwa xa uThixo, owandahlulayo esibelekweni sikama waza wandibiza+ ngabo ububele bakhe obungasifanelanga,+ wacinga ukuba kulungile

  • Efese 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndaba ngumlungiseleli+ wako oku ngenxa yesipho sesisa sobubele obungasifanelanga bukaThixo endabunikwa ngokusebenza kwamandla akhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share