Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+ 1 Korinte 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
20 Bazalwana, musani ukuba ngabantwana abaselula emandleni okuqonda,+ kodwa yibani ziintsana ebubini;+ kanti yibani ngabakhule ngokupheleleyo emandleni okuqonda.+