12 Kuba, eneneni, nangona benifanele ukuba ngabafundisi+ ngenxa yexesha, nisafuna kwakhona uthile wokunifundisa ukususela ekuqaleni izinto eziziziqalelo+ zezibhengezo ezingcwele zikaThixo;+ yaye nisuke naba njengabasafanelwe lubisi, kungekhona ukutya okuqinileyo.+