Luka 17:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kuya kuba njalo kanye ngemini yokutyhileka koNyana womntu.+ 2 Tesalonika 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 aze nina babandelwayo, anikhulule kunye nathi ekutyhilekeni+ kweNkosi uYesu ivela ezulwini kunye neengelosi zayo ezinamandla+ 1 Petros 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.
7 aze nina babandelwayo, anikhulule kunye nathi ekutyhilekeni+ kweNkosi uYesu ivela ezulwini kunye neengelosi zayo ezinamandla+
7 ukuze umlinganiselo ovavanyiweyo wokholo lwenu,+ oluxabiso likhulu ngakumbi kunegolide etshabalalayo phezu kwako nje ukucikidwa kwayo ngomlilo,+ ufunyanwe ungunobangela wendumiso nozuko nembeko ekutyhilekeni+ kukaYesu Kristu.