Yohane 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekuphenduleni uYohane wathi: “Umntu akanakwamkela nanye into ngaphandle kokuba uyinikwe ivela ezulwini.+ Yakobi 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+
27 Ekuphenduleni uYohane wathi: “Umntu akanakwamkela nanye into ngaphandle kokuba uyinikwe ivela ezulwini.+
17 Sonke isipho esilungileyo+ naso sonke isipho esigqibeleleyo sivela phezulu,+ kuba sihla sivela kuYise wezikhanyiso zesibhakabhaka,+ kwaye yena akaguquguquki njengesithunzi.+