1 Korinte 4:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+ 1 Korinte 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nimnikele umntu onjalo kuSathana+ ukuba kutshatyalaliswe inyama, ukuze kusindiswe umoya+ ngemini yeNkosi.+ ISityhilelo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngempefumlelo+ ndaba+ kwimini yeNkosi,+ yaye ndeva emva kwam ilizwi elinamandla+ njengelexilongo,
5 Ngoko ke musani ukugweba+ nantoni na phambi kwexesha elililo, de ifike iNkosi,+ eya kuthi izise ekukhanyeni+ izinto ezifihlakeleyo zobumnyama ize iwabonakalise amacebo eentliziyo,+ uya kwandula ke ngamnye adunyiswe nguThixo.+
5 nimnikele umntu onjalo kuSathana+ ukuba kutshatyalaliswe inyama, ukuze kusindiswe umoya+ ngemini yeNkosi.+