IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 19:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko wathumela eMakedoni ababini kwabo babemlungiselela, uTimoti+ noErasto,+ kodwa yena walibala kangangexesha elithile kwisithili saseAsiya.

  • Filipi 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ke kaloku ndithembele eNkosini uYesu ukuba ndonithumela uTimoti kwakamsinya, ukuze ndichwayite emphefumlweni+ ndakuva iindava ezivela kuni.

  • 1 Tesalonika 3:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 saza sathumela uTimoti,+ umzalwana wethu nomlungiseleli kaThixo kwiindaba ezilungileyo+ ezingoKristu, ukuba aniqinise aze anithuthuzele ngenxa yokholo lwenu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share