1 Korinte 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Anazi na ukuba niyitempile kaThixo,+ nokuba umoya kaThixo uhleli kuni?+ 2 Korinte 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+