Mateyu 13:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na? Galati 1:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+
55 Asingonyana womchweli na lo?+ Unina akabizwa ngokuba nguMariya na, nabantakwabo asingoYakobi noYosefu noSimon noYudas na?
19 Kodwa andibonanga nabani na ongomnye kubapostile, ngaphandle kukaYakobi+ kuphela umntakwab’ eNkosi.+