IZenzo 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente. 2 Tesalonika 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 singazange sitye kutya kuvela nakubani na ngesisa.+ Kunoko, besisebenza sibulaleka+ ubusuku nemini ukuze singabi luxanduva nakubani na kuni.+
3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente.
8 singazange sitye kutya kuvela nakubani na ngesisa.+ Kunoko, besisebenza sibulaleka+ ubusuku nemini ukuze singabi luxanduva nakubani na kuni.+