IZenzo 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente. IZenzo 20:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nani ngokwenu niyazi ukuba ezi zandla ziye zazinyamekela iimfuno zam+ nezabo babekunye nam. 1 Korinte 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+ 2 Tesalonika 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 singazange sitye kutya kuvela nakubani na ngesisa.+ Kunoko, besisebenza sibulaleka+ ubusuku nemini ukuze singabi luxanduva nakubani na kuni.+
3 yaye ngenxa yokuba babesenza umsebenzi ofanayo wahlala kwikhaya labo, wasebenza nabo,+ kuba umsebenzi wabo yayikukwenza iintente.
12 nokubulaleka,+ sisebenza ngezandla zethu.+ Xa sitshabhiswa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+
8 singazange sitye kutya kuvela nakubani na ngesisa.+ Kunoko, besisebenza sibulaleka+ ubusuku nemini ukuze singabi luxanduva nakubani na kuni.+