1 Korinte 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kwangendlela efanayo, ngaphandle kokuba nithetha ngolwimi intetho eqondakala ngokulula,+ kuya kwaziwa njani na oko kuthethwayo? Niya kuba, enyanisweni, nithethela emoyeni.+
9 Kwangendlela efanayo, ngaphandle kokuba nithetha ngolwimi intetho eqondakala ngokulula,+ kuya kwaziwa njani na oko kuthethwayo? Niya kuba, enyanisweni, nithethela emoyeni.+