1 Korinte 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Phuthumani uthando, kodwa niqhubeke nifuna ngenzondelelo iziphiwo zomoya,+ ngokukodwa ke ukuba niprofete.+ 1 Korinte 14:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Nabani na ocinga ukuba ungumprofeti okanye unesiphiwo somoya, makazivume izinto endinibhalela zona, ngenxa yokuba zingumyalelo weNkosi.+
14 Phuthumani uthando, kodwa niqhubeke nifuna ngenzondelelo iziphiwo zomoya,+ ngokukodwa ke ukuba niprofete.+
37 Nabani na ocinga ukuba ungumprofeti okanye unesiphiwo somoya, makazivume izinto endinibhalela zona, ngenxa yokuba zingumyalelo weNkosi.+