Marko 9:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Kodwa uYesu wathi: “Musani ukuzama ukumthintela, kuba akukho bani uya kwenza umsebenzi wamandla egameni lam aze abuye anditshabhise ngokukhawuleza;+ 1 Yohane 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+
39 Kodwa uYesu wathi: “Musani ukuzama ukumthintela, kuba akukho bani uya kwenza umsebenzi wamandla egameni lam aze abuye anditshabhise ngokukhawuleza;+
3 kodwa onke amazwi aphefumlelweyo angamvumiyo uYesu akaphumi kuThixo.+ Kunoko, lawo ngamazwi aphefumlelweyo omchasi-Kristu enevayo ukuba ayeza,+ yaye ngoku sele ekho ehlabathini.+