Mateyu 16:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+ 1 Yohane 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Niya kuwazi ngale nto ke amazwi aphefumlelweyo avela kuThixo:+ Onke amazwi aphefumlelweyo amvumayo uYesu Kristu njengoye weza esenyameni aphuma kuThixo,+
17 Waphendula uYesu wathi kuye: “Unoyolo, Simon nyana kaYona, kuba oku akukutyhilelwanga yinyama negazi, kodwa nguBawo osemazulwini.+
2 Niya kuwazi ngale nto ke amazwi aphefumlelweyo avela kuThixo:+ Onke amazwi aphefumlelweyo amvumayo uYesu Kristu njengoye weza esenyameni aphuma kuThixo,+