Hebhere 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza noThixo walingqinela ngemiqondiso nangemihlola nangemisebenzi yamandla+ eyahlukahlukeneyo nangolwabiwo+ lomoya oyingcwele ngokokuthanda kwakhe?+ 1 Petros 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Njengoko ngamnye wenu wasamkelayo isiphiwo, lungiselelanani ngaso njengamagosa amahle obubele obungasifanelanga bukaThixo obubonakaliswa ngeendlela ezahlukahlukeneyo.+
4 waza noThixo walingqinela ngemiqondiso nangemihlola nangemisebenzi yamandla+ eyahlukahlukeneyo nangolwabiwo+ lomoya oyingcwele ngokokuthanda kwakhe?+
10 Njengoko ngamnye wenu wasamkelayo isiphiwo, lungiselelanani ngaso njengamagosa amahle obubele obungasifanelanga bukaThixo obubonakaliswa ngeendlela ezahlukahlukeneyo.+