Roma 8:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngaphezu koko, abo abamisele kwangaphambili+ ikwangabo ababizileyo;+ yaye abo ababizileyo ikwangabo abavakalise bengamalungisa.+ Ekugqibeleni abo abavakalise bengamalungisa ikwangabo abazukisileyo.+
30 Ngaphezu koko, abo abamisele kwangaphambili+ ikwangabo ababizileyo;+ yaye abo ababizileyo ikwangabo abavakalise bengamalungisa.+ Ekugqibeleni abo abavakalise bengamalungisa ikwangabo abazukisileyo.+