1 Korinte 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ngeli xesha, bazalwana, ukuba ndingeza kuni ndithetha ngeelwimi, bendiya kuninceda ngantoni na ngaphandle kokuba ndithethe kuni nokuba kungesityhilelo+ okanye ngolwazi+ okanye ngesiprofeto okanye ngemfundiso?
6 Kodwa ngeli xesha, bazalwana, ukuba ndingeza kuni ndithetha ngeelwimi, bendiya kuninceda ngantoni na ngaphandle kokuba ndithethe kuni nokuba kungesityhilelo+ okanye ngolwazi+ okanye ngesiprofeto okanye ngemfundiso?