Roma 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko, ke, masisukele izinto ezisingisa eluxolweni+ nezinto ezakhayo komnye nomnye.+ 2 Korinte 12:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngaba lonke eli thuba benicinga ukuba siyazithethelela kuni? Sithetha phambi koThixo ngoKristu. Kodwa konke oku, zintanda, sikuthetha ukuze nakheke.+
19 Ngaba lonke eli thuba benicinga ukuba siyazithethelela kuni? Sithetha phambi koThixo ngoKristu. Kodwa konke oku, zintanda, sikuthetha ukuze nakheke.+