2 Tesalonika 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Nguwo ke lo umbuliso wam, mna Pawulos, ngesandla sam;+ ndiwubhala njengomqondiso kuzo zonke iincwadi. Filemon 19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Mna Pawulos ndikubhala ngesam isandla+ oku, ndisithi: Ndiya kukuhlawula—ndingasayiphathi ke yona into yokuba, nawe lo uyandityala, undityala isiqu sakho.
17 Nguwo ke lo umbuliso wam, mna Pawulos, ngesandla sam;+ ndiwubhala njengomqondiso kuzo zonke iincwadi.
19 Mna Pawulos ndikubhala ngesam isandla+ oku, ndisithi: Ndiya kukuhlawula—ndingasayiphathi ke yona into yokuba, nawe lo uyandityala, undityala isiqu sakho.