Eksodus 34:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Kodwa xa uMoses engena phambi koYehova esiya kuthetha naye, wayesisusa isigqubuthelo kude kube sekuphumeni kwakhe.+ Ekuphumeni kwakhe wayekuthetha koonyana bakaSirayeli oko wayekuyalelwe.+ Roma 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kanjalo nabo, ukuba abahlalanga beswele ukholo, baya kumiliselwa;+ kuba uThixo uyakwazi ukubamilisela kwakhona. Roma 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+
34 Kodwa xa uMoses engena phambi koYehova esiya kuthetha naye, wayesisusa isigqubuthelo kude kube sekuphumeni kwakhe.+ Ekuphumeni kwakhe wayekuthetha koonyana bakaSirayeli oko wayekuyalelwe.+
23 Kanjalo nabo, ukuba abahlalanga beswele ukholo, baya kumiliselwa;+ kuba uThixo uyakwazi ukubamilisela kwakhona.
26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+