IZenzo 9:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ndiya kumbonisa ngokucacileyo ukuba zininzi kwazo izinto amele abandezeleke zizo ngenxa yegama lam.”+ 2 Korinte 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 kodwa ngandlela zonke siyazincomela+ njengabalungiseleli bakaThixo, ngokunyamezela okukhulu, ngeembandezelo, ngokuswela, ngeenzima,+ 1 Petros 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+
16 Kuba ndiya kumbonisa ngokucacileyo ukuba zininzi kwazo izinto amele abandezeleke zizo ngenxa yegama lam.”+
4 kodwa ngandlela zonke siyazincomela+ njengabalungiseleli bakaThixo, ngokunyamezela okukhulu, ngeembandezelo, ngokuswela, ngeenzima,+
21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+