1 Korinte 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndibhala ezi zinto, kungekhona ukuze nibe neentloni, kodwa ukuniluleka njengabantwana bam abaziintanda.+ Galati 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 bantwana bam abancinane,+ endiye kwakhona ndaba nenimba ngabo ade uKristu ayileke kuni.+
14 Ndibhala ezi zinto, kungekhona ukuze nibe neentloni, kodwa ukuniluleka njengabantwana bam abaziintanda.+