Galati 3:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+ Hebhere 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba ngokwenene akancedi zingelosi konke konke, kodwa unceda imbewu ka-Abraham.+
28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+