Yohane 14:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa umncedi, umoya oyingcwele, lowo uBawo aya kumthumela egameni lam, yena uya kunifundisa zonke izinto aze anikhumbuze zonke izinto endinixelele zona.+ Roma 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kwaye ithemba alidanisi;+ ngenxa yokuba uthando lukaThixo+ luye lwathululelwa ezintliziyweni zethu+ ngomoya oyingcwele,+ esawunikwayo.
26 Kodwa umncedi, umoya oyingcwele, lowo uBawo aya kumthumela egameni lam, yena uya kunifundisa zonke izinto aze anikhumbuze zonke izinto endinixelele zona.+
5 kwaye ithemba alidanisi;+ ngenxa yokuba uthando lukaThixo+ luye lwathululelwa ezintliziyweni zethu+ ngomoya oyingcwele,+ esawunikwayo.