IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ulwaluko+ aluthethi nto, nokungaluki+ akuthethi nto, kodwa okuyinto kukugcina imiyalelo kaThixo.+

  • Galati 2:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, nkqu uTito lo,+ owayekunye nam, akazange anyanzelwe ukuba aluke,+ nangona wayengumGrike.

  • Galati 6:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba ukwaluka nokungaluki akubalulekanga,+ kodwa into ebalulekileyo kukuba sisidalwa esitsha.+

  • Kolose 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 apho kungekho mGrike namYuda, kwaluka nakungaluki, kungekho wasemzini, namSkitiya, nakhoboka, nokhululekileyo,+ kodwa uKristu uzizinto zonke yaye ukubo bonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share