Levitikus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova. Mateyu 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+ Mateyu 22:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Owesibini, njengawo, ngulo, ‘Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu.’+ Yakobi 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle.
18 “‘Uze ungaphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu;+ yaye uze ulithande idlelane lakho njengawe siqu.+ NdinguYehova.
12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+
8 Ukuba ke niyawuzalisa umthetho wakomkhulu,+ ngokwesibhalo esithi: “Uze umthande ummelwane wakho njengawe siqu,”+ nenza kakuhle.