IMizekeliso 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwangoqheliselo lwayo inkwenkwe izenza iqondwe enoba usulungekile na yaye uthe tye na umsebenzi wayo.+ 1 Korinte 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 kuba nisengabokwenyama.+ Kuba ngoxa kukho ikhwele nembambano phakathi kwenu,+ aningabenyama na yaye anihambi njengoko abantu besenjenjalo na?+
11 Kwangoqheliselo lwayo inkwenkwe izenza iqondwe enoba usulungekile na yaye uthe tye na umsebenzi wayo.+
3 kuba nisengabokwenyama.+ Kuba ngoxa kukho ikhwele nembambano phakathi kwenu,+ aningabenyama na yaye anihambi njengoko abantu besenjenjalo na?+