IZenzo 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 besomeleza imiphefumlo yabafundi,+ bebakhuthaza ukuhlala elukholweni, besithi: “Simele singene ebukumkanini bukaThixo ngokuphumela kwiimbandezelo ezininzi.”+ 2 Timoti 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+
22 besomeleza imiphefumlo yabafundi,+ bebakhuthaza ukuhlala elukholweni, besithi: “Simele singene ebukumkanini bukaThixo ngokuphumela kwiimbandezelo ezininzi.”+
10 Ngenxa yoko ndiyaqhubeka ndinyamezela zonke izinto ngenxa yabo banyuliweyo,+ ukuze nabo bazuze usindiso olumanyene noKristu Yesu kunye nozuko olungunaphakade.+