Efese 6:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+ Filemon 9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa ndithe mandikubongoze ngothando,+ ekubeni mna Pawulos, sele ndaluphele ngoku, yaye ndikwalibanjwa+ ngenxa kaKristu Yesu;
20 endithi ngenxa yazo ndisebenze njengonozakuzaku+ ndisemixokelelwaneni; ukuze ndithethe ngenkalipho ngazo njengoko ndifanele kukuthetha njalo.+
9 kodwa ndithe mandikubongoze ngothando,+ ekubeni mna Pawulos, sele ndaluphele ngoku, yaye ndikwalibanjwa+ ngenxa kaKristu Yesu;