Roma 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo. 1 Tesalonika 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kaloku kukuthanda kukaThixo, ukuba ningcwaliswe,+ nikhwebuke kuhenyuzo;+ 1 Tesalonika 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ezintweni zonke bulelani.+ Kuba kukuthanda kukaThixo oko ngani njengoko nimanyene noKristu Yesu. 1 Petros 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+
2 Yaye musani ukumilisa+ okwale nkqubo yezinto, kodwa guqukani ngokutshintsha ingqondo yenu,+ ukuze nikungqine ngokwenu+ ukulunga nokwamkeleka nokugqibelela kokuthanda+ kukaThixo.
2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+