Kolose 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Yaye nakuphi na enikwenzayo ngelizwi okanye ngomsebenzi,+ yenzani izinto zonke egameni leNkosi uYesu,+ nimbulela+ uThixo uBawo ngaye. 1 Tesalonika 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ezintweni zonke bulelani.+ Kuba kukuthanda kukaThixo oko ngani njengoko nimanyene noKristu Yesu.
17 Yaye nakuphi na enikwenzayo ngelizwi okanye ngomsebenzi,+ yenzani izinto zonke egameni leNkosi uYesu,+ nimbulela+ uThixo uBawo ngaye.