1 Timoti 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bonke abangamakhoboka phantsi kwedyokhwe mabaqhubeke bebagqala abanini babo njengabafanelwe yimbeko epheleleyo,+ ukuze kungathethwa kakubi ngemfundiso nangegama likaThixo.+ 1 Petros 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Izicaka zendlu mazithobele+ abanini bazo ngalo lonke uloyiko olubafaneleyo,+ kungekuphela nje abalungileyo nabanengqiqo, kodwa kwanabo kunzima ukubakholisa.
6 Bonke abangamakhoboka phantsi kwedyokhwe mabaqhubeke bebagqala abanini babo njengabafanelwe yimbeko epheleleyo,+ ukuze kungathethwa kakubi ngemfundiso nangegama likaThixo.+
18 Izicaka zendlu mazithobele+ abanini bazo ngalo lonke uloyiko olubafaneleyo,+ kungekuphela nje abalungileyo nabanengqiqo, kodwa kwanabo kunzima ukubakholisa.