Kolose 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Nina makhoboka, bathobeleni ezintweni zonke abo baziinkosi zenu ngokwenyama,+ kungekhona nje xa nibonwa, njengabakholisi babantu,+ kodwa ngokunyaniseka kwentliziyo, ngokoyika uYehova.+
22 Nina makhoboka, bathobeleni ezintweni zonke abo baziinkosi zenu ngokwenyama,+ kungekhona nje xa nibonwa, njengabakholisi babantu,+ kodwa ngokunyaniseka kwentliziyo, ngokoyika uYehova.+